Amagama ft. Lihle RSA Lyrics
- Genre:Electronic
- Year of Release:2024
Lyrics
Oh nanga amagama
Ayandiphelela xa ndicinga ngawe
Ayandiphelela xa ndicinga ngawe
Ndyayazi awasandifuni
Eh
Izawthanda ubanzima keleyo
Ndyayaz awusandingi
Eh
Izawthanda ubanzima keleyo
Wandifundisa uthando
Wandifundisa uthanda
Ngoku uthi uzandishiya nabani
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Oh Thath'isandla sam
Undamkele
Nam ndinamaphutha
Akekho ofana nawe
Wena uyikho Konke kum
Lungis'intliziyo yakho
Undamkele
Oh ndingowakho
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Oh lamagama
Ayandiphelela xa ndicinga ngawe
Ayandiphelela xa ndicinga ngawe
Kodwa ndyazi awusandifuni
Kodwa ndyazi awusandingi
Kodwa ndyazi awusandifuni
Kodwa ndyazi awusandingi
Eh
Izawthanda ubanzima keleyo
Izawthanda ubanzima keleyo
(Ngu Lihle lo,ngu Lihle lo)
Yehi yee hehe
Wandifundisa uthando
Wandifundisa uthanda
Ngoku uthi uzandishiya nabani
Nam ndinamaphutha
Akekho ofana nawe
Wandifundisa uthando
Wandifundisa uthanda
Ngoku uthi uzandishiya nabani
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na
Ndizobayinto kabani na