![Ekhaya](https://source.boomplaymusic.com/group10/M00/12/01/de9333e1df8548d69f440aa1d1431251_464_464.jpg)
Ekhaya Lyrics
- Genre:Others
- Year of Release:2022
Lyrics
Ekhaya
Woooo hoo woo wooooh
Haaaaa ahhahh
Ekhaya heee khaya
Ekhaya
Ekhaya kujongwe kum
Ekhaya heee ekhaya
Ekhaya
Ekhaya ndim ithemba
Ekhaya
Ekhaya
Ndim ithemba
Ekhaya
Konke kumile
Umamvundle was'shiya no Manqobo
Zonke izinto zijonge kum
Alikho elinye ithemba
Alikho elinye ithemba
Ndimkile ekhaya
Ndizamana nobubomi
Akude kulunge
kodwa kzolunga ngenye imini
Ekhaya heee khaya
Ekhaya
Ekhaya kujongwe kum
Ekhaya heee ekhaya
Ekhaya
Ekhaya ndim ithemba
Ekhaya
Ekhaya
Ndim ithemba
Ekhaya
Hihihihhhh
Ndenza isithembiso
Sojonga ekhaya
Ndiyacinga izinyanya zasemagiqweni
Asoze zindiyeke
Asoze zindiyekele
Ndiyabazi abantu basekhaya
Abaphantsi bandijongile
abadlali
Ndithembe nina ke bantu abadala
Omama
Omvaba
Ekrocoz'imali noba awunayo
Yeah