![Ndiyahamba ft. Linric Toto](https://source.boomplaymusic.com/group10/M00/08/16/1fdda47e8c7d46f59d19e6bbbf66bea4_464_464.jpg)
Ndiyahamba ft. Linric Toto Lyrics
- Genre:Electronic
- Year of Release:2022
Lyrics
Oh ndiyahamba mama
Hey ndihamba mama
Hey ndiyahamba mama
Hey ndihamba mama
Ndiyahamba mama
Ndiyahamba mama
Oh hoyo mama
Ndiyaliwe ndivile
Kuthiwa kuyanyamezelwa
Emzini kukwaNja zothumlilo
Kodwa mina ndivile, Kusile, ndanele
Ndizayozama ubom'obutsha
Ndiyahambaa
Ndiyahambaaaaa
Amaphupha awaphelelapha!
Ndiya apho kufuna intliziyo yam
Khe ndiyophila ubom obutsha!
Hoo ndiyahamba
Hey ndiyahamba mama
Ndiyahamba mama
Ndiyahamba mama
Oh hoyo Mama
Oh hoyo Mama
Heyyyy Heeeee
Heyy Heeee
Ndiyahambaaaa
Ndiyahamba mama
Hee ndiyahamba mama
Hee ndiyahamba mama
Hee ndiyahamba
Kusile Mna ndivile
Kusile Mna ndivile
Kusile Mna ndivile
Ndiyahamba
Mama nditheth'inyani sendiyahamba
Mama nditheth'inyani sendiyahamba
Hee ndiyahamba!
Ndidikwe kubethwa mina sendiyahamba
Ungshay'imihla nezolo sendiyahama
Mama nditheth'inyani nditheth'inyani
Ndiyahamba Mama
Hey Ndiyahamba Mama