
Okwami Ngokwakho Lyrics
- Genre:Pop
- Year of Release:2013
This song is not currently available in your region.
Lyrics
Okwami Ngokwakho - Zahara
Composer:R. Malinga
Ndizohamba naye ndizohlala naye
Okwakho Ngokwam
Ndizohamba naye ndizohlala naye
Okwakho Ngokwam
Bazamile yoh ukusohlukanisa
Okwakho Ngokwam
Bazamile yoh ukusohlukanisa
Okwakho Ngokwam
Ndikhumbula elilanga Ilanga lokuqala
Ndisadibana Nawe
Wandithembisa ngezulu nomhlaba
Wathi Ngingowakho
Azange wabubona ubuhl' obungaka
Akekho njengawe
Ndisuka ndincume xa ndicinga
Ngawe ngoba ndongowakho
Ndizohamba naye ndizohlala naye
Okwakho ngokwam
Bazimile yoh ukusohlukanisa
Okwakho Ngokwam
Bazimile yoh ukusohlukanisa
Okwakho Ngokwam
Bazamile yoh ukusohlukanisa
Okwakho Ngokwam
Ndizohamba naye ndizohlala naye
Okwakho Ngokwam
Ndizohamba naye ndizohlala naye
Okwakho Ngokwam
Bazamile yoh ukusohlukanisa
Okwakho Ngokwam
Bazamile yoh ukusohlukanisa
Okwakho Ngokwam
Ndikhumbul' elilanga
Ilanga lokuqala ndisadibana nawe
Wandithembisa ngezulu nomhlaba
Wathi ndingowakho
Azange wabubona ubuhl' obungaka
Akekho nje ngam
Ndisuka ndincume xa ndicinga ngawe
Ngoba ndingowakho
Ndizohamba naye ndizohlala naye
Okwakho ngokwam
Ndizohamba naye ndizohlala naye
Okwakho ngokwam
Bazamile yoh ukusohlukanisa
Okwakho ngokwam ngokwam
Bazamile yoh ukusohlukanisa
Okwakho ngokwam ngokwam
Ndizohamba naye ndizohlala naye
Okwakho Ngokwam
Inzubo zo
Ndizohamba naye ndizohlala naye
Okwakho Ngokwam
Oh oh man
Bazamile yoh ukusohlukanisa
Okwakho Ngokwam
Bazamile yoh ukusohlukanisa
Okwakho Ngokwam
Hete bamu ete