
Diana ft. Zee Dyasi Lyrics
- Genre:Amapiano
- Year of Release:2024
Lyrics
Mmmhhhhh, ayo, hay hay, eeeh hai
Aaaaaah, hay, mmhhhmmmh
Phesheya kwentaba ndithandaza ndijongene nenyanga kunye ne nkwenkwezi
Ajonge phezulu amehlo wam ngoba uyinkwenkwezi.
Mamela! Mamela! khanyisa!
Ooh aahh, eeeh
Oooh aaahhh eeeeehh
Ooooh aaahhh hayeee
Ooohhh eeehh
Umka kwakho kutshintshe imeko ekhaya mmmhh,
ndikhumbula isiphatho sakho,
wasishiya nembewu yakho mmhhh.
Kodwa yini na into ebuhlungu kangaka?
Kodwa ndithi hamba, hamba hamba ngoxolo
Kodwa ndithi hamba, hamba hamba ngoxolo
Kodwa ndithi lal
Kodwa ndithi lala, lala lala ngoxolo
Kodwa ndithi lala, lala lala ngoxolo
Ndihleli ndicinga ngesiphi na?
Oooh yini na, ooooweh mntaka mama
Umka kwakho kutshintshe imeko ekhaya mmmhhh,
ndikhumbula isiphatho sakho eeehh,
wasishiya nembewi yakho.
Kodwa yini na into ebuhlungu kangaka uwehhh mntaka mama.
hamba, hamba hamba ngoxolo
hamba, hamba hamba ngoxolo
Kodwa ndithi lala, lala lala ngoxolo
Kodwa ndithi lala, lala lala ngoxolo
Uweehh mntaka mama
mmmmhhh
Uweeehh mntaka mama aaaahhh eeehhh hay. Hay hay hay hay mmmhhhh