Loading...

Download
  • Genre:Others
  • Year of Release:2024

Lyrics

Andisolinto

Andimangelanga

Andicelinto

Ndizise umbulelo (Yhoo)


Andicelinto andikhali

Andisolinto andikhali

Nndizise umbulelo wam

Ndizise umbulelo wam


(Yhoo) Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo lo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo wam nangamso (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo lo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo wam nangamso (Ndiyabulela)


(Yhoo yhoo) Camagu Qamata

Ndizithoba phambi kobuso bakho

Xandisondela kuwe ngalenjikalanga ndithwele iziqhamo zentsimi

Yentsikelelo yakho

Ndibulela ngelizwi

Lokuhlabel'iintlungu nemihlali

Yabezengaphambi kwam

Ndibulela nangelibala

Elibala lihle kangaka

Ndithi mabaqhubeke

Oononyanya oonomathotholo

Basebeze ezingoma ndiyabulela


Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo lo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo wam nangamso (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo lo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo wam nangamso (Ndiyabulela)


(Yhoo) Ndiyabulela (yhoo) ndiyabulelaaa

Ndiyabulela (yhoo) ndiyabulelaaa

Ndiyabulela (yhoo) ndiyabulelaaa

Ndiyabulela (yhoo)


Ndiyabulela nakum ngokuvuma

Ukuthunywa nokutolika amaphupha

Ndiyabulela nakum ngokuvuma

Ukuthunywa nokutolika amaphupha

Kuthixo kubawo

Kumama kutata

koonomathotholo koononyanya

koodadobawo andicelinto


Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo lo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo wam nangamso (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo lo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo wam nangamso (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo lo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo wam nangamso (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo lo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo wam nangamso (Ndiyabulela)


Mvelingqange (Mvelingqange)

Ndiyabulela (Ndiyabulela)

Ndiyabulela (Ndiyabulela)

Ndiyabulela (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ngumbulelo)

Ndiyabulela (Ndiyabulela)

Ndiyabulela (Ndiyabulela)

Ndiyabulela (Ndiyabulela)


(Yhoo) Ndiyabulela (yhoo) ndiyabulelaaa

Ndiyabulela (yhoo) ndiyabulelaaa

Ndiyabulela (yhoo) ndiyabulelaaa

Ndiyabulela (yhoo yhoo)


Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo lo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo wam nangamso (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo lo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo (Ndiyabulela)

Ngumbulelo wam nangamso

+

      -   or   -

      -   or   -

      NG +234
          -You can log in via below methods-
          Reset password via e-mail
          -or-
          Reset password via e-mail
          Feedback on resetting password
          * It may take a longer time

          Please Select A Playlist

          Add New Playlist

          Share on

          Embed: Love & Light EP

          Custom Size :

          • Default
          • Desktop(300*600)
          • Mobile(300*250)

          Type :

          • HTML/HTML5 (WordPress Supported)
          Get Boomplay Premium
          for
          Payment Method
          Pay With
            Review and pay
            Order Date
            Payment Method
            Due Today
            Flutterwave
              Subscription Successful

              Congratulations! You have successfully activated Boomplay 1 Month Premium.

              Now you have access to all the features of Boomplay App.
              Payment Failed

              Please check your balance and then try again.

              You'll lose your subscription if we don't have a working payment method for your account, so please check your payment details.
              Need help? Contact Boomplay Subscription Support.
              Payment Processing...
              10 s

              Payment is being processed by . Please wait while the order is being comfirmed.

              Payment Processing
              Your order is processing, and it may take up to a few days for the service provider to handle your payment. Please kindly stay tuned and check your order status in ‘User Center’.
              About Order Status