Struuu Lyrics
- Genre:Hip Hop & Rap
- Year of Release:2023
Lyrics
Ishuu iyhuu ndababa ntsu istruu
Ice on me splash ingathi ndiphuma kwi pool
Vuthi langabe kodwa sobe ndilose icool
Uh uh ngeke balunge baby ndenza kakhulu baby
Ishuu iyhuu ndababa ntsu istruu
Ice on me splash ingathi ndiphuma kwi pool
Vuthi langabe kodwa sobe ndilose icool
Uh uh ngeke balunge baby ndenza kakhulu baby
Oko ndipusha ndipressa ndipanda
Idyani ayifuni uyibona ihunger
Phuma kwisixeko sase kapa
Ndizamu phandi zaka
Ndincolile I came from the gutter
Ngoku ndipushu p njengo gunna
Ntwana hotter than the summer
I run the streets street runner huh
Hayi nithi kutheni
I go stupid on the beat ninga baseleki
Bathi ntwana sis bethi
Seyisukile ngoku intwana ayibambeki uh
Ndileqi mali ndiphez ko mgwaqo
Ngelo suku lukhulu ndenzu mlando
Boss zonke something njengo makhado
Ndisis skhulu kwezi ntwana ngu bawo
Why you hating ntoni nxaki
Phof ndiyi rhass niyayazi
Ndidlala nge flow but andidlali
Yile ntwana ephambanisa ishlali