![Ubomi bam bukuwe](https://source.boomplaymusic.com/group10/M00/02/26/924e9f8e53304432a94f628011866d26_464_464.jpg)
Ubomi bam bukuwe Lyrics
- Genre:Others
- Year of Release:2023
Lyrics
Ndiyakhothama kuwe Mdali
Ndithi Bayethe Bayethe
Ndiyakhahleka kuwe Nkosi yam
Ndithi Ahh! Mhlekazi!
Wena waay'gcina Impilo yam
Waqhawuk' umgibe yasinda impilo yam
Ahh yeye (Aahhh yelele)
Ahn yeye (Aahhh yelele)
Ah yeye Nkosi Yam (Aahhh yelele)
Mdali wam (Aaaaaaa yeah)
Ubomi bam bukuwe (Aaaaaaa yeah)
Impilo yam ikuwe
Iphethwe nguwe
Ilawulwa nguwe
Iphethwe nguwe
Impilo yam ikuwe
Bulawulwa Nguwe
Bathe bey'zama le mpilo yam
Ngapha nangapha wena Baba wathi ngeke! ngeke! ngomntwana wam
Bendakhel' amayelenqe;
Befun' ukundisus' okholweni lwam
Wena Baba khang' uvume ngempilo yam
Ndiphelelwa ngamazwi okubulela
Ngako konke ondenzele kona
Ngako ndinikela kuwe ngako konke
Oh ndinikela ngempilo yami yonke
Ahh yeye (Aahhh yelele)
Ahh yeye (Aahhh yelele)
Ah yeye Nkosi Yam (Aahhh yelele)
Mdali wam (Aaaaaaa yelele)
Ubomi bam bukuwe (Aahhh yelele)
Impilo yam ikuwe
Iphethwe nguwe
Ilawulwa nguwe
Iphethwe nguwe (Aaaaaaah Yeah)
Impilo yam ikuwe
Bulawulwa Nguwe (Aaaah yelele)
Ahh yeye (Aahhh yelele)
Ahh yeye (Aahhh yelele)
Ah yeye Nkosi Yam (Aahhh yelele)
Mdali wam (Aaaaaaa yelele)
Ubomi bam bukuwe (Aahhh yelele)
Impilo yam ikuwe
Iphethwe nguwe
Ilawulwa nguwe
Iphethwe nguwe (Aaaaaaah Yeah)
Impilo yam ikuwe
Bulawulwa Nguwe (Aaaah yelele)