Bellas Lyrics
- Genre:Hip Hop & Rap
- Year of Release:2023
Lyrics
Bhokile ng'bhokile
i-Bellas been on
Izinja zishaya ikhanjan'
Nomakanjan'
Ngin'tshela ngamarhuzu
Ngin'tshela ngamafelon
Bes'vuka nge Morvite
Nina n'vuka ngama Kellogs
I don't want no vrou
If I can't buy land
You can have all the kroon
But you can't buy class
Gqitha phe Ntshekisa
Phuma eAlgoa ngendlovu
Sayohlamba imoto
Ndiy'qwabile ingayi ngozi
Khona indawo end'leqa kuyo
Thixo bangand'boni
Ugqibile grootman?
Ndiyak'cela tuu ungay'robi
Sayolanda abanye abantwana
Pha eMagxaki
Fakile neshot bona ke bafuna idumpi
Ufuna und'bamba ngelamza
Thoba isantya ungangxami
Ufuna uya kwaNgqoko
Tyhini akayoyiki iguni
Kodwa kule veki iphelileyo
Bashaye uban-ban
Soze ndingam'buzi ba
Awudyoli namarhuzu?
Athi ke sund'qhela mpaa
And'thengisi ngendutsu
Sakupholele
Kodwa ndik'bawela ubrutsu
Khonto isikhupisa tuu phandle namhlanje
Selela ngaphakati
Tyhini akusemnandi
Nantsi nenjayam nayo ngapha
Igone uNandi
Yadika laMandisa ke yena masingam'landi
(Masingam'landi)
Bhokile ng'bhokile
i-Bellas been on
Izinja zishaya ikhanjan'
Nomakanjan'
Ngin'tshela ngamarhuzu
Ngin'tshela ngamafelon
Bes'vuka nge Morvite
Nina n'vuka ngama Kellogs
I don't want no vrou
If I can't buy land
You can have all the kroon
But you can't buy class
Nigga'lam uMsimango
uMama usishiyile
Kodwa ngoku uvula amasango
Ungaphel' umoya
Aluhlanga lungehlanga
I know you made a couple mistakes
We all do
And even if they judge you my dawg
Just know
I fucking love my dawg
This life ain't easy
But you got it my dawg
Nd'bhetele ishot
Ubamb'uline
K'dala ndantswembu
K'dala ndablind
Tyhini lomntana udyola noKhaya
Mbambe ngowakho just for the night
Jonge nexesha
Kubheta u9
Tyhini akuse early
It's still a vibe
This girl is gold
Her mama womb is a mine
Give her the wood
Give her the pine
Up in the morning
Oh what a time
Phetwe yintloko, oh my
Masiyobeka abantwana
Siphinde kwakhona tonight
What a life
Oh God what a life
(Oh God what a life)
Bhokile ng'bhokile
i-Bellas been on
Izinja zishaya ikhanjan'
Nomakanjan'
Ngin'tshela ngamarhuzu
Ngin'tshela ngamafelon
Bes'vuka nge Morvite
Nina n'vuka ngama Kellogs
I don't want no vrou
If I can't buy land
You can have all the kroon
But you can't buy class