![Kumkani](https://source.boomplaymusic.com/group10/M00/04/27/10bbbb5f10b040e886f23def512b1a33_464_464.jpg)
Kumkani Lyrics
- Genre:Gospel
- Year of Release:2021
Lyrics
UNyana ka Thixo
Wakrazulwa ngenxa yam
Wahlawula ityala lam
Lingetyala Lakhe uJesu
Wabethelwa esphambanweni
Wafa wehlela erhadesi
Ngomhla wesithathu
Wavuka
UYabusa uKumkani
UYabusa uKumkani
Malibongwe igama Lakhe
Bayethe Kumkani Bayethe Kumkani
Malidunyiswe igama Lakhe
Bayethe Kumkani Baythe Kumkani
Malibongwe igama Lakhe
Bayethe Kumkani Bayethe Kumkani
Malidunyiswe igama Lakhe
Bayethe Kumkani Bayethe Kumkani
UNyana ka Thixo
Ohleliyo ngasekunene ka-Thixo
iGama Lakhe Malibongwe
Lidunyiswe
Kude kube kunaphakade
Amen
Amen
(Amen) uPhakeme uKumkani
(Amen)
(Amen)
(Amen)
(Amen)
(Amen)
(Amen)
(Amen)
(Amen)
(Amen)
(Amen)
(Amen)
(Amen)
(Amen)
(Amen)
(Amen)
(Amen)