![CCA_018076-005-Nathi_Feat_Tee_Tee-Usiba_Lwe_Gazi-Angeke-Gallo](https://source.boomplaymusic.com/group10/M00/09/23/76f36f17f32f40d4bc14de963cba49e0_464_464.jpg)
CCA_018076-005-Nathi_Feat_Tee_Tee-Usiba_Lwe_Gazi-Angeke-Gallo Lyrics
- Genre:Afrobeats
- Year of Release:2022
Lyrics
CCA_018076-005-Nathi_Feat_Tee_Tee-Usiba_Lwe_Gazi-Angeke-Gallo - Nathi
...
Ndizokunik'uthando lwam Ndikunik'inhkiziyo yam Cel'ungo phul'inhliziyo yami weeh sthandwasam Sthandwasam, bambo lwam Fun'ukwenza ube ngu mama bantwa'bam Nfun'uhlala nawe Amehlo wam ndiwa valile Nhliziyo yam uyo phulile Ndiya fun'ukuthetha kodwa Andifun' ndibe ndikukhathaza Amehlo wam ndiwa valile Nhliziyo yam uyo phulile Ndiya fun'ukuthetha kodwa Andifun' ndibe ndikukhathaza Yaaz indlel'endikthanda ngayo Angeke ndihlukane nawe Yaaz indlel'endikthanda ngayo Angeke ndihlukane nawe Hlukana nawe Hlukana nawe Hlukana na- Angeke ndihlukane nawe Hlukana nawe Hlukana nawe Hlukana na- Angeke ndihlukane nawe Ubuyaz uba sisukaphi Ubuyaz uba siyaphi Ubuyaz uba sine zinto esidlulekuzo Sobabini mmh mmh Ubuyaz uba ndikthanda kangakanani Ubuyaz uba sofa silahlane Njengoba sithembisene Ubuyaz uba yeaah heee Yaaz indlel'endikthanda ngayo Angeke ndihlukane nawe Yaaz indlel'endikthanda ngayo Angeke ndihlukane nawe Hlukana nawe Hlukana nawe Hlukana na- Angeke ndihlukane nawe Hlukana nawe Hlukana nawe Hlukana na- Angeke ndihlukane nawe Yaaz indlel'endikthanda ngayo Angeke ndihlukane nawe Yaaz indlel'endikthanda ngayo Angeke ndihlukane nawe Hlukana nawe Hlukana nawe Hlukana na- Angeke ndihlukane nawe Hlukana nawe Hlukana nawe Hlukana na- Angeke ndihlukane nawe